Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka iGenesis iGenesis 7

1

iGenesis iGenesis 7:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wathi uYehova kuNowa, Ngena, wena nendlu yakho yonke, emkhombeni; ngokuba ndibona wena ilungisa phambi kwam kwesi sizukulwana.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 7:1

2

iGenesis iGenesis 7:24

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Amanzi awugubungela umhlaba iintsuku ezilikhulu elinamashumi amahlanu.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 7:24

3

iGenesis iGenesis 7:11

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngomnyaka wamakhulu amathandathu wokudla ubomi kukaNowa, ngenyanga yesibini, ngosuku lweshumi elinesixhenxe enyangeni leyo, kanye ngayo loo mini yavuleka yonke imithombo yamanzi onogumbe, neengcango zezulu zavuleka.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 7:11

4

iGenesis iGenesis 7:23

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Zonke izinto eziphilileyo ezisehlabathini zatshatyalaliswa, abantu, neenkomo, nezinambuzane, neentaka zezulu; kwaye batshatyalaliswa emhlabeni, kwasala uNowa yedwa nabo babenaye emkhombeni.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 7:23

5

iGenesis iGenesis 7:12

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yana emhlabeni iimini ezimashumi mane nobusuku obumashumi mane.

Thelekisa

Phonononga iGenesis iGenesis 7:12

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo