1
KumaGalati KumaGalati 3:13
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
uKristu wasikhulula, wasikhulula esiqalekisweni somthetho, ngokwenziwa isiqalekiso ngenxa yethu, kuba kubhaliwe kwathiwa, Uqalekisiwe wonke umntu oxhonywe emthini
Thelekisa
Phonononga KumaGalati KumaGalati 3:13
2
KumaGalati KumaGalati 3:28
Akusekho mYuda namGrike; akusekho khoboka nakhululekileyo; akusekho ndoda nankazana; kuba nina nonke nimntu mnye, nikuKristu Yesu.
Phonononga KumaGalati KumaGalati 3:28
3
KumaGalati KumaGalati 3:29
Ukuba ke nina ningabakaKristu, niyimbewu ka-Abraham ngoko, neendlalifa ngokwedinga.
Phonononga KumaGalati KumaGalati 3:29
4
KumaGalati KumaGalati 3:14
ukuze intsikelelo ka-Abraham ibe sezintlangeni ngoKristu Yesu; ukuze idinga loMoya silamkele ngalo ukholo.
Phonononga KumaGalati KumaGalati 3:14
5
KumaGalati KumaGalati 3:11
Kodwa ke kuyabonakala ukuba akukho mntu ugwetyelwa ngomthetho kuye uThixo, kuba lowo ulilungisa uya kudla ubomi obuphuma elukholweni.
Phonononga KumaGalati KumaGalati 3:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo