Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3

1

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:20-21

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuye ke onako ukwenza okungaphezu kweento zonke ngokugqithiseleyo kakhulu, ngaphezu kwesikucelayo nesinokukuqiqa, ngokokwamandla asebenzayo ngaphakathi kwethu; kuye malubekho uzuko ebandleni elikuKristu Yesu, kuse kuzo zonke izizukulwana zalo iphakade lasemaphakadeni. Amen.

Thelekisa

Phonononga Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:20-21

2

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:16-19

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

ukuze aninike, ngokobutyebi bozuko lwakhe, ukomelezwa ngamandla ngaye uMoya wakhe, ngokusingisele emntwini ongaphakathi; ukuze uKristu ahlale ngokholo ezintliziyweni zenu; ukuze nina, nimiliselwe nisekelwe eluthandweni; ninako ke ukubuqiqa into obuyiyo ububanzi, nobude, nobunzulu, nokuphakama; kwanokulwazi uthando lukaKristu oluncamise ukwazi, ukuze niye nizala ngako konke ukuzala kukaThixo.

Thelekisa

Phonononga Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:16-19

3

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:12

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Esikuye ke sinokungafihlisi, nokungeniswa kwethu sikholosile, ngokukholwa kuye

Thelekisa

Phonononga Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:12

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo