Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uDaniyeli uDaniyeli 12

1

uDaniyeli uDaniyeli 12:3

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Izilumko ziya kuqaqamba njengokukhanya kwezulu; yaye abo bakhokelele abaninzi ebulungiseni baya kuba njengeenkwenkwezi ngonaphakade kanaphakade.

Thelekisa

Phonononga uDaniyeli uDaniyeli 12:3

2

uDaniyeli uDaniyeli 12:2

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuya kuvuka abaninzi kwabaleleyo eluthulini lomhlaba, bavukele ubomi obungunaphakade, abanye bavukele ihlazo nehlazo elingunaphakade.

Thelekisa

Phonononga uDaniyeli uDaniyeli 12:2

3

uDaniyeli uDaniyeli 12:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngelo xesha uya kusuka eme uMikayeli, umthetheli omkhulu, omele oonyana babantu bakowenu; kuya kubakho ixesha lonxunguphalo ekungazanga kubekho linjalo kususela koko kwabakho uhlanga, kude kube lelo xesha; kwaye ngelo xesha, abantu bakho baya kusindiswa, bonke abo babhaliweyo encwadini.

Thelekisa

Phonononga uDaniyeli uDaniyeli 12:1

4

uDaniyeli uDaniyeli 12:10

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Abaninzi baya kuhlanjululwa, benziwe mhlophe, bahlanjululwe; ke abangendawo baya kwenza okungendawo; bonke abangendawo abayi kukuqonda; ke zona izilumko ziya kuqonda.

Thelekisa

Phonononga uDaniyeli uDaniyeli 12:10

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo