Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka iZenzo iZenzo 9

1

iZenzo iZenzo 9:15

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yathi ke kuye iNkosi, Hamba uhambe; ngokuba lowo usisitya esinyuliweyo kum, sokuphatha igama lam phambi kweentlanga, nookumkani, noonyana bakaSirayeli

Thelekisa

Phonononga iZenzo iZenzo 9:15

2

iZenzo iZenzo 9:4-5

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wawa emhlabeni, weva ilizwi lisithi kuye, Sawule, Sawule, unditshutshiselani na? Wathi ke yena, Ungubani na, Nkosi? Ithe ke iNkosi, Mna ndinguye uYesu omtshutshisayo wena; wenzakala ukuba ukhabe iimviko nje.

Thelekisa

Phonononga iZenzo iZenzo 9:4-5

3

iZenzo iZenzo 9:17-18

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wemka ke uHananiya, waya kungena endlwini; Wabeka izandla phezu kwakhe, wathi, Sawule, mzalwana, indithumile iNkosi uYesu, ebonakeleyo kuwe endleleni oze ngayo, ukuze ubuye ubuye ubone, uzaliswe nguMoya oyiNgcwele. Kwangoko kwawa emehlweni akhe okungamaxolo, wabuya wabona kwaoko, wavuka, wabhaptizwa.

Thelekisa

Phonononga iZenzo iZenzo 9:17-18

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne iZenzo iZenzo 9

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo