Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 13

1

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 13:5

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Zivavanyeni ukuba niselukholweni kusini na; zibonakaliseni ngokwenu. Anazi na ngokwenu ukuba uYesu Kristu ungaphakathi kwenu?

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 13:5

2

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 13:14

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu, nothando lukaThixo, nodlelano loMoya oyiNgcwele, malube nani nonke. Amen. (Incwadi yesibini eya kwabaseKorinte yabhalwa eFilipi, isixeko saseMakedoni, nguTito noLucas.)

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 13:14

3

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 13:11

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Elokugqiba, bazalwana, ndithi, Hambani kakuhle. Yibani ngabafezekileyo, thuthuzelekani, cingani nto-nye, hlalani ngoxolo; waye uThixo wothando noxolo uya kuba nani.

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 13:11

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 13

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo