Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 2

1

KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 2:5-6

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba mnye uThixo, mnye nomlamli phakathi koThixo nabantu, umntu uKristu Yesu; lowo wazinikelayo ukuba abe yintlawulelo yokukhulula abantu bonke; ubungqina ke obo bokungqinwa ngamaxesha angawabo

Thelekisa

Phonononga KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 2:5-6

2

KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 2:1-2

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ndiyavuselela ngoko kuqala kwiinto zonke, ukuba kwenziwe izikhungo, imithandazo, izibongozo, imibulelo, ngenxa yabantu bonke; Ngenxa yookumkani nabo bonke abasekongameni; ukuze sihlale ngokonwaba nangokuzola, sinokuhlonela uThixo, nokundileka konke.

Thelekisa

Phonononga KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 2:1-2

3

KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 2:8-10

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngoko ndinga angathandaza amadoda kuzo zonke iindawo, ephakamisa izandla ezingcwele, engenangqumbo, engenantandabuzo. Kwangokunjalo mabathi nabafazi banxibe iingubo ezifanelekileyo, beneentloni, benesidima; Ingabi kukuphotha iinwele, nokunxitywa kwegolide neeperile, nesambatho esixabiso likhulu; mabathi (ngokufanele abafazi abathi bahlonela uThixo), bavathe imisebenzi elungileyo.

Thelekisa

Phonononga KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 2:8-10

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 2

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo