Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uSamuweli 1 uSamuweli 1-7

1

uSamuweli 1 uSamuweli 1-7:12

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

uSamuweli wathabatha ilitye, walibeka phakathi kweMitspe neSene, wathi igama layo yiEbhenezere, wathi, uYehova usincedile unangoku.

Thelekisa

Phonononga uSamuweli 1 uSamuweli 1-7:12

2

uSamuweli 1 uSamuweli 1-7:3

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wathetha uSamuweli kwindlu yonke kaSirayeli, wathi, Xa nithe nabuyela kuYehova ngeentliziyo zenu zonke, basuseni phakathi kwenu oothixo bolunye uhlanga, noAshtaroti, nizimise iintliziyo zenu kuYehova, nikhonze yena yedwa uya kunihlangula esandleni samaFilisti.

Thelekisa

Phonononga uSamuweli 1 uSamuweli 1-7:3

3

uSamuweli 1 uSamuweli 1-7:4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Bamlahla ke oonyana bakaSirayeli ooBhahali noAshtaroti, bakhonza uYehova yedwa.

Thelekisa

Phonononga uSamuweli 1 uSamuweli 1-7:4

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uSamuweli 1 uSamuweli 1-7

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo