1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:16
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Anazi na ukuba niyitempile kaThixo? Anazi na ukuba uMoya kaThixo umi ngaphakathi kwenu?
Thelekisa
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:16
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:11
Kuba akukho namnye unako ukubeka litye limbi lesiseko, nxamnye nelo libekwe kade, linguYesu onguKristu.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:11
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:7
Ngoko ke lowo utyalayo akalutho, nalowo unkcenkceshayo akalutho; ke nguThixo okhulisayo.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:7
4
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:9
Kuba singabasebenzi kunye noThixo; intsimi kaThixo nina, nisisakhiwo sikaThixo.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:9
5
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:13
Umsebenzi walowo nalowo wobonakalaliswa; kuba loo mini iya kuwazisa, ngokuba iya kuvela inomlilo; nomsebenzi walowo nalowo, umlilo uya kuwucikida ubunjani bawo
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:13
6
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:8
Lowo utyalayo ke, nalowo unkcenkceshayo, banto-nye; kodwa elowo uya kwamkela owakhe umvuzo ngokukokwakhe ukubulaleka.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:8
7
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:18
Makungabikho namnye uzikhohlisayo. Ukuba ubani kuni uba usisilumko kweli hlabathi, makabe sisidenge, ukuze abe sisilumko.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo