Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14

1

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:33

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba uThixo akangowesiphithiphithi, ngowoxolo; njengokuba kunjalo kuwo onke amabandla abangcwele.

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:33

2

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Phuthumani uthando olo, nibe kodwa nizizondelela izipho ezizezoMoya, ngokukodwa ke ukuba niprofete.

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:1

3

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:3

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ke yena oprofetayo uthetha ebantwini ulwakheko, noyalo, nokhuzo.

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:3

4

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Lowo uthetha ngalulwimi lumbi uzakha yena; ke yena oprofetayo wakha ibandla.

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:4

5

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:12

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngokukwanjalo nani, ekubeni kaloku nizondelela izipho ezizezoMoya, zifuneleni ukuba nibe nazo ngokugqithiseleyo, ukuze lakheke ibandla.

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:12

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo