Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 2

1

Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 2:11-12

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba lubonakele ufefe LUKATIXO oluzisa usindiso kubo bonke abantu, lusifundisa ukuba siti, sikanyele nje ukungabedeshi nenkanuko zasemhlabeni, sihlale ngobutelekelelo nangobulungisa nangobubedesho kwelilizwe lakaloku nje

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 2:11-12

2

Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 2:13-14

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

silinda itemba elibutamsanqa nokubonakala kwobungcwalisa bake UTIXO omkulu nomsindisi wetu u‐Yesu Kristu, owazinikela tina, ukuze asikulule kuko konke ukukohlakala, azihlambululele abantu abangabake kanye, bezondelele imisebenzi elungileyo.

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 2:13-14

3

Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 2:7-8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

uzibonakalisa ngokwako nje ngento zonke ukuba ngumlinganiselo wemisebenzi elungileyo; ubonakalisa ekufundiseni kwako okungonakaliswayo, ukuzibeka, ukuteta okunobomi okungenakugwetywa, ukuze oca̔sayo enzelwe intloni, engenanto embi yokuteta ngani.

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 2:7-8

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 2

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest