Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Amaculo 121

1

Amaculo 121:1-2

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

AMEHLO am ndowapakamisela ezintabeni, apo luya kuvela kona uncedo lwam. Uncedo lwam luvela KUYEHOVA, owenza izulu nomhlaba.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 121:1-2

2

Amaculo 121:7-8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

UYEHOVA wokugcina ebubini bonke; wogcina umpefumlo wako. UYEHOVA wogcina ukupuma kwako nokungena kwako, kwa kaloku nje, nakude kube ngunapakade.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 121:7-8

3

Amaculo 121:3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Akayi kuvumela ukuba kushukunyiswe unyawo lwako: okugcinayo akayi kwozela.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 121:3

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Amaculo 121

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo