Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Imizekeliso 8

1

Imizekeliso 8:35

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba ondifumanayo efumana ubomi; uya kuzuza imbuko KUYEHOVA.

Thelekisa

Phonononga Imizekeliso 8:35

2

Imizekeliso 8:13

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ukwoyika UYEHOVA kukutiya inkohlakalo; ir̔atshi, nokuzidla, nendlela ekohlakeleyo, nomlomo wobumenemene, ndiyazitiya.

Thelekisa

Phonononga Imizekeliso 8:13

3

Imizekeliso 8:10-11

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Yamkelani imfundiso yam, ningamkeli isilivere; kwa nokwazi ngapezu kwegolide edlulisileyo. Ngokuba ubulumko bulungile pezu kwerubi; nazo zonke izinto ezinqwenelekayo azingelingane nabo.

Thelekisa

Phonononga Imizekeliso 8:10-11

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Imizekeliso 8

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo