Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Ivangeli ka‐Mateyu 1

1

Ivangeli ka‐Mateyu 1:21

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wozala unyana ke, wauya kubiza igama lake ngo— YESU; ngokuba yena eya kusindisa abantu bake ezonweni zabo.

Thelekisa

Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 1:21

2

Ivangeli ka‐Mateyu 1:23

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Bona ke, intombi iya kumita, izale unyana, babeya kumbiza ngegama elingu‐Yimanuweli, oko kukuti ngokukunyushwa, UTIXO enati.)

Thelekisa

Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 1:23

3

Ivangeli ka‐Mateyu 1:20

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa esacinga ezizinto, bona ke, ingelosi YENKOSI yabonakala kuye epupeni, isiti: Josefe, nyana ka‐Davide! ungoyiki ukutabatela kuwe u‐Mariya umfazi wako; ngokuba oko kukaulweyo pakati kwake KUNGOMOYA OYINGCWELE.

Thelekisa

Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 1:20

4

Ivangeli ka‐Mateyu 1:18-19

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

KEKALOKU ukuzalwa kuka‐Yesu Kristu kwaye kungoku: ukuba unina wake u‐Mariya exanyelwe u‐Josefe nje, bengekahlangani, wafunyanwa emiti NGOMOYA OYINGCWELE. Waza u‐Josefe, indoda yake, engolungileyo nje, kanti engatandi ukumhlazisa ekuhleni, wafuna ukumlahla ngasese.

Thelekisa

Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 1:18-19

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Ivangeli ka‐Mateyu 1

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo