Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Joweli 2

1

U‐Joweli 2:12

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nize niti ke kaloku, utsho UYEHOVA, niguqukele kum ngayo yonke intliziyo yenu, nangokuzila, nangokulila, nangesijwili

Thelekisa

Phonononga U‐Joweli 2:12

2

U‐Joweli 2:28

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

KWAKUYA kuti emva kwoko, ndogalela UMOYA wam pezu kwoluntu lwonke; babeya kuprofitesha onyana benu nentombi zenu; amaxego enu aya kupupa amapupa, amadodana enu aya kubona imiboniso

Thelekisa

Phonononga U‐Joweli 2:28

3

U‐Joweli 2:13

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

nirazule intliziyo yenu, kungabi zingubo zenu, niguqukele KUYEHOVA, UTIXO wenu: ngokuba enofefe nenceba yena, equmba kade, enobubele obukulu, enosizi ngobubi.

Thelekisa

Phonononga U‐Joweli 2:13

4

U‐Joweli 2:32

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kwakuya kuti, bonke abaya kubiza egameni LIKAYEHOVA bosindiswa; ngokuba entabeni ye‐Ziyone, nase‐Yerusaleme, kuya kubako ukusinda, njengokuba etshilo UYEHOVA, napakati kwabaseleyo abaya kubizwa NGUYEHOVA.

Thelekisa

Phonononga U‐Joweli 2:32

5

U‐Joweli 2:31

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ilanga liya kuguqulwa libe bumnyama, nenyanga ibe ligazi, ungekafiki umhla omkulu owoyikekileyo KAYEHOVA.

Thelekisa

Phonononga U‐Joweli 2:31

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest