Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Jeremiya 32

1

U‐Jeremiya 32:27

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Bona ke, mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO woluntu lwonke: kungabako na enye into endinqabelayo?

Thelekisa

Phonononga U‐Jeremiya 32:27

2

U‐Jeremiya 32:17

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Au, NKOSI YEHOVA! Bona ke, wena wenzile izulu nomhlaba, ngamandla ako amakulu, nangengalo yako eyolulweyo; akuko nto ekunqabelayo

Thelekisa

Phonononga U‐Jeremiya 32:17

3

U‐Jeremiya 32:39-40

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ndandiya kubapa intliziyo inye, nendlela inye, ukuba bandoyike mna imihla yonke, kube kukulunga kwabo, nokwabantwana babo emva kwabo. Kanjalo ndiya kulwenza nabo ucebano olungunapakade, lwokuba andiyi kubuya kubo, ukubenzela okulungileyo; nokwoyikwa kwam ndokubeka ezintliziyweni zabo, ukuze bangemki kum.

Thelekisa

Phonononga U‐Jeremiya 32:39-40

4

U‐Jeremiya 32:38

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ewe, boba ngabantu bam, nam ndoba NGUTIXO wabo.

Thelekisa

Phonononga U‐Jeremiya 32:38

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo