Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Yisaya 31

1

U‐Yisaya 31:1

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

KWOBA nzima kubo abahlela e‐Jipete kuncedwe, abayama emahasheni; abatembela ezinqwelweni, ngokuba zininzi, nakubakweli bamahashe, ngokuba inani labo likulu; kanti abakangeli koyingcwele ka‐Sirayeli, NOYEHOVA abamfuni.

Thelekisa

Phonononga U‐Yisaya 31:1

2

U‐Yisaya 31:2

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa yena ulumkile naye, waeya kuzisa ilishwa; namazwi ake akayi kuwabuyisa; koko eya kuvuka ngakuyo indlu yabenzi bokungalungileyo, nangakulo uncedo lwabasebenzi benkohlakalo.

Thelekisa

Phonononga U‐Yisaya 31:2

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Yisaya 31

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo