Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Hosheha 14

1

U‐Hosheha 14:9

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngubanina onobulumko, ukuba aziqonde ezizinto? ngubanina onobutelekelelo, ukuba azazi? ngokuba indlela ZIKAYEHOVA zifanele; abalungileyo bohamba kuzo, kodwa abagqiti baya kuku̔beka kuzo.

Thelekisa

Phonononga U‐Hosheha 14:9

2

U‐Hosheha 14:2

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Tabata nawe amazwi, uze ubuyele KUYEHOVA; yitini kuye: Susa inkohlakalo yonke, usamkelise okulungileyo; sasiya kuhlaula ngamatole emilomo yetu.

Thelekisa

Phonononga U‐Hosheha 14:2

3

U‐Hosheha 14:4

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ndopilisa upambuko lwabo; ndobatanda ngokuvuma; ngokuba ingqumbo yam ibuyile kuye.

Thelekisa

Phonononga U‐Hosheha 14:4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest