1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:28
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
kwa njalo u‐Kristu, enikelwe nje kanye ukuba atwale isono sabaninzi, wobonakala ngokwesibini engenasono lube lusindiswa kubo abo bamlindayo.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:28
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:14
kwoba kangakananina ngakumbi liya kuti igazi lika‐Kristu, owati NGOMOYA ongunapakade wazinikela emsulwa KUTIXO, lihlambulule isazeliso senu emisebenzini efileyo, nize nimkonze UTIXO ohleliyo?
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:14
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:27
Kanjako njengokuba kumiselwa abantu bafe kube kanye, nasemveni kwoko kubeko ukugwetywa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:27
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:22
Kanjako kuza kuba zizinto zonke ezihlanjulwayo ngegazi ngokwomteto; nangapandle kwokupalazwa kwegazi akuko uxolelo.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:22
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:15
Kanjalo ngenxa yoku ungumlamli wocebano olutsha, ukuba ke, ukufa kwenzelwe nje ukululwa lwezigqito ezibe zipantsi kwocebano lwokuqala, abo babiziweyo bamkele ukudliwa kwedinga lelifa elingunapakade.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo