Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Esetere 10

1

U‐Esetere 10:3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba u‐Modekai um‐Juda ebengowasemva kwokumkani u‐Hasheveroshe, emkulu pakati kwama‐Juda, ebukekile kwisininzi sabazalwana bake, efuna ubutamsanqa babantu bake, eteta uxolo kuyo yonke inzalo yake.

Thelekisa

Phonononga U‐Esetere 10:3

2

U‐Esetere 10:2

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nazo zonke izenzo zegunya lake nezamandla ake, nesishumayelo sobukulu buka‐Modekai, obo ukumkani wamenza mkulu ngabo, aziba̔lwanga na zona encwadini yemicimbi yemihla ngemihla yokumkani be‐Medi ne‐Peresiya?

Thelekisa

Phonononga U‐Esetere 10:2

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Esetere 10

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest