Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Izenzo zabapostile 26

1

Izenzo zabapostile 26:17-18

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ndikuhlangula ebantwini nasebaheyidenini, endikutuma kubo kaloku; ukuba uvule amehlo abo, ukuze baguquke ebumnyameni bangene ekukanyeni, nasemandleni ka‐Satane beze KUTIXO, ukuze bamkele ukuxolelwa kwezono, nelifa pakati kwabenziwe ngcwele, ngalo ukolo olungakum.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 26:17-18

2

Izenzo zabapostile 26:16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa suka, ume ngenyawo zako: ngokuba ndibonakalele oku kuwe, ukuba ndikumisele ube ngumkonzi nenqi̔na, nangezozinto uzibonileyo, nangezo endiya kubonakala kuwe kuzo

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 26:16

3

Izenzo zabapostile 26:15

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ndaza ndati mna: Ungubanina, NKOSI? Yayisiti yona: Mna ndingu‐Yesu, lowo umtshutshisayo.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 26:15

4

Izenzo zabapostile 26:28

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza u‐Agiripa wati ku‐Paulusi: Upantsi kundicenga ukuba ndibe ngum‐Kristu.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 26:28

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Izenzo zabapostile 26

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo