1
Eyesibini ka‐Samyali 7:22
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ngako oko wena umkulu, YEHOVA, TIXO! ngokuba kungeko onjengawe, kanjako akuko UTIXO ngapandle kwako, njengako konke esikuvileyo ngendlebe zetu.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini ka‐Samyali 7:22
2
Eyesibini ka‐Samyali 7:13
Nguye oya kulakela igama lam indlu, ndandiya kuqinisa iterone yake kude kube ngunapakade.
Phonononga Eyesibini ka‐Samyali 7:13
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo