Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyesibini yezikronike 1

1

Eyesibini yezikronike 1:10

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ndipe kaloku ubulumko nokwazi, ndize ndipume ndingene nokungena ebusweni bababantu: ngokuba engubanina onako ukugweba aba abantu bako bakulu?

Thelekisa

Phonononga Eyesibini yezikronike 1:10

2

Eyesibini yezikronike 1:11-12

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza UTIXO wati ku‐Solomone: Ngenxa yokuba lento ibisentliziyweni yako, ungacelanga ubutyebi, nendyebo, nodumo, nobomi bentshaba zako, ungacelanga kanjalo imihla emininzi: koko uzicelele ubulumko nokwazi, ukuze ubagwebe abantu bam endikwenzile ukumkani pezu kwabo; upiwe ubulumko nokwazi; ndandiya kukunika nobutyebi, nendyebo, nodumo, ekungabangako onokunjalo pakati kwokumkani abebeko pambili kuwe, nasemva kwako akuyi kubako onokunjalo.

Thelekisa

Phonononga Eyesibini yezikronike 1:11-12

3

Eyesibini yezikronike 1:7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kwa ngobobusuku wabonakala UTIXO ku‐Solomone, wati kuye: Cela into endiya kuyinika kuwe.

Thelekisa

Phonononga Eyesibini yezikronike 1:7

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo