Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3

1

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:12

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nani ke yanga ingati yona INKOSI inenze nanele nikolise ukwanda elutandweni lwenu omnye ngakwomnye nangakubo bonke abantu, kwa njengokuba nati sisenje njalo ngakuni

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:12

2

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:13

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ukuze iqinise intliziyo zenu zibe zingenatyala ebungcweleni, ebusweni bake UTIXO nobawo wetu, ekufikeni KWENKOSI yetu u‐Yesu Kristu ndawonye nabo bonke abangcwele bayo.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:13

3

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

sati ngenxa yoku, bazalwana! sonwatyiswa pezu kwenu, kuko konke ukubandezelwa kwetu nobunzima betu, ngalo ukolo lwenu

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:7

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest