Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyokuqala ka‐Samyali 31

1

Eyokuqala ka‐Samyali 31:4-5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wandula u‐Saule wati kumtwali wezixo̔bo zake: Ṙola iṙele lako, undihlabe ngalo; hleze aba bangalukileyo beze, bandihlabe, badlale ngam. Kodwa umtwali wezixo̔bo zake ebengavumi; ngokuba ebesoyika kakulu. Waza u‐Saule watabata iṙele, wawa pezu kwalo. Wati umtwali wezixo̔bo zake, akubona ukuba u‐Saule ufile, wawa naye pezu kweṙele lake, wafa kunye naye.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 31:4-5

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyokuqala ka‐Samyali 31

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo