Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyokuqala ka‐Samyali 19

1

Eyokuqala ka‐Samyali 19:1-2

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

WADA u‐Saule wateta ku‐Jonatane unyana wake, nakuzo zonke izicaka zake, ukuba bamfise u‐Davide. Kodwa u‐Jonatane, unyana ka‐Saule, wakoliswa ngu‐Davide kakulu: waza u‐Jonatane wamxelela u‐Davide, esiti: u‐Saule, ubawo, uyafuna ukukufisa; ngako kaloku zilumkele ke kwakusa, uhlale endaweni efihlakeleyo, uzimele

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 19:1-2

2

Eyokuqala ka‐Samyali 19:9-10

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kekaloku umoya okohlakeleyo KAYEHOVA waba pezu kwo‐Saule, nxa abehleli endlwini yake, enentshuntshe yake esandleni sake; waye u‐Davide wabeta uhadi ngesandla. Waza u‐Saule wafuna ukumbetela u‐Davide ngentshuntshe kwa seludongeni; kodwa wanyebeleza ebusweni buka‐Saule, owabetela intshuntshe eludongeni; wati u‐Davide wabaleka, wasinda ngobobusuku.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 19:9-10

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyokuqala ka‐Samyali 19

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo