1
Eyokuqala yokumkani 14:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
ndaṙazula ubukumkani kuyo indlu ka‐Davide, ndabunika kuwe; nokuba ungabanga njengesicaka sam u‐Davide, owagcinayo imiyalelo yam, nowandilandelayo ngayo yonke intliziyo yake, ukwenza oko kufaneleyo emehlweni am kodwa
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala yokumkani 14:8
2
Eyokuqala yokumkani 14:9
koko ukwenzile okukohlakeleyo ngapezu kwabo bonke ababepambili kuwe: ngokuba uye wakwenzela otixo bambi, nemifanekiso etyityishiweyo, ukundiqumbisa, nam undilahlile emva kwomhlana wako
Phonononga Eyokuqala yokumkani 14:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo