1
Eyokuqala yezikronike 4:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Waza wabiza u‐Yabetse KUTIXO wo‐Sirayeli, esiti: Wanga ungakolisa ukunditamsanqela, uwandise umda wam, siti isandla sako sibe kunye nam, uze undinqande ebubini, ukuze bungandenzi buhlungu! Wati UTIXO wamamkelisa oko wakucelayo.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala yezikronike 4:10
2
Eyokuqala yezikronike 4:9
Kekaloku u‐Yabetse ebebekekile ngapezu kwabazalwana bake: wati unina wambiza ngegama elingu‐Yabetse, esiti: Ngokuba ndimzele ngobuhlungu.
Phonononga Eyokuqala yezikronike 4:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo