Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka EYASENTLANGO 22

1

EYASENTLANGO 22:28

IBHAYIBHILE

XHO96

Kwesi sithuba ke uNdikhoyo wayenza ukuba ikwazi ukuthetha idonki leyo, yaza ke yathetha yathi kuBhalam: “Kodwa kodwa ndikwenze ntoni? Yintoni kanye ondibethela yona kwezi zihlandlo zozithathu?”

Thelekisa

Phonononga EYASENTLANGO 22:28

2

EYASENTLANGO 22:31

IBHAYIBHILE

XHO96

UNdikhoyo ke wenza ukuba uBhalam asibone isithunywa eso sixabe endleleni siphethe ikrele. Akusibona ke, waziphosa phantsi ngobuso.

Thelekisa

Phonononga EYASENTLANGO 22:31

3

EYASENTLANGO 22:32

IBHAYIBHILE

XHO96

Isithunywa sabuza sathi: “Ubuyibethela ntoni kangaka le donki yakho kude kube kathathu? Ndize kukunqanda, kuba uzifaka engozini ngolu hambo.

Thelekisa

Phonononga EYASENTLANGO 22:32

4

EYASENTLANGO 22:30

IBHAYIBHILE

XHO96

Idonki yaphendula yabuza yathi: “Andithi na kanene ndiyidonki yakho, le yasoloko ikuthwala bonke ubomi bakho? Ke, kukangaphi ndikuphatha ngolu hlobo?” UBhalam waphendula wathi: “Zange nakanye.”

Thelekisa

Phonononga EYASENTLANGO 22:30

5

EYASENTLANGO 22:29

IBHAYIBHILE

XHO96

UBhalam waphendula wathi: “Kungoba uyandibhanxa! Ndiswele nje ikrele, ngendikubulele.”

Thelekisa

Phonononga EYASENTLANGO 22:29

6

EYASENTLANGO 22:27

IBHAYIBHILE

XHO96

Kwesi ke isihlandlo idonki ithe yakusibona isithunywa eso yalala phantsi. UBhalam wacaphuka, waza wayingena ngenduku idonki yakhe.

Thelekisa

Phonononga EYASENTLANGO 22:27

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest