Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UMARKO 7

1

UMARKO 7:21-23

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku zivela ngaphakathi entliziyweni yomntu iingcamango ezimbi. Kulapho kuvela khona ubuhenyu, ubusela, ukubulala, ukukrexeza, ukunyoluka, inkohlakalo, inkohliso, ukurheletya, umona, ukunyelisa uThixo, ikratshi, ububhanxa. Zonke ezi zinto zikhohlakeleyo ziphuma entliziyweni yomntu, zize zimngcolise.”

Thelekisa

Phonononga UMARKO 7:21-23

2

UMARKO 7:15

IBHAYIBHILE

XHO96

Umntu akangcoliswa yiloo nto ingena kuye ngomlomo; zizinto eziphuma kuye entliziyweni ngaphakathi ezimngcolisayo. [

Thelekisa

Phonononga UMARKO 7:15

3

UMARKO 7:6

IBHAYIBHILE

XHO96

Wabaphendula esithi: “UIsaya wayenyanisile ukushumayela ngani, bahanahanisindini, njengokuba kubhaliwe kwathiwa: “ ‘Aba bantu bandibeka ngomlomo, kanti yona intliziyo ikude lee kum,’ itsho iNkosi.

Thelekisa

Phonononga UMARKO 7:6

4

UMARKO 7:7

IBHAYIBHILE

XHO96

‘Bafumana bendihlonela, kuba bafundisa iimfundiso eziyimithetho nje yabantu.’

Thelekisa

Phonononga UMARKO 7:7

5

UMARKO 7:8

IBHAYIBHILE

XHO96

“Kaloku niwuyekile umyalelo kaThixo, nasuka nagcina isithethe sabantu.”

Thelekisa

Phonononga UMARKO 7:8

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMARKO 7

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo