Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UYOHANE 17

1

UYOHANE 17:17

IBHAYIBHILE

XHO96

Benze babe ngabakho ngayo inyaniso. Lilizwi lakho inyaniso.

Thelekisa

Phonononga UYOHANE 17:17

2

UYOHANE 17:3

IBHAYIBHILE

XHO96

Nabu ke obona bomi: kukwazana nawe, wena Thixo unguye, ingabi wumbi; bazane naye lowo uthunywe nguwe, uYesu Krestu.

Thelekisa

Phonononga UYOHANE 17:3

3

UYOHANE 17:20-21

IBHAYIBHILE

XHO96

“Andithandazeli bona bodwa, koko ndithandazela nâbo baya kundivuma ngenxa yelizwi abaliva ngabo. Nceda benze bonke babe banye. Bawo, mabamanyane nathi, njengokuba wena unto-nye nam, nam ndinto-nye nawe. Mababe yimbumba yamanyama, ukuze likholwe ihlabathi ukuba ndithunywe nguwe.

Thelekisa

Phonononga UYOHANE 17:20-21

4

UYOHANE 17:15

IBHAYIBHILE

XHO96

Anditsho ukuba ubasuse ehlabathini, koko ndicela ukuba ubakhusele kongendawo.

Thelekisa

Phonononga UYOHANE 17:15

5

UYOHANE 17:22-23

IBHAYIBHILE

XHO96

Ndibanikile nabo iwonga owandinika lona, ukuze nabo babe nto-nye, njengokuba nathi sinto-nye. Mandihlale kubo, njengokuba wena uhleli kum, ukuze babe nto-nye ngokupheleleyo, lize ihlabathi liqonde ukuba ndithunywe nguwe, lazi ukuba bona ubathanda njengokuba undithanda mna.

Thelekisa

Phonononga UYOHANE 17:22-23

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UYOHANE 17

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo