Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UISAYA 25

1

UISAYA 25:1

IBHAYIBHILE

XHO96

*Ndikhoyo, wena unguThixo wam; ndosuka ndikuthuthe ndikudumise. Kuthi mandikutyibele ndibongisele ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo; kaloku ngokuthembeka okukhulu wena zonke uzifezekisile – nditsho izicwangciso zakho zamandulo.

Thelekisa

Phonononga UISAYA 25:1

2

UISAYA 25:8

IBHAYIBHILE

XHO96

Ewe, uMhlekazi uNdikhoyo uya kukuphelisa tu ukufa, neenyembezi azisule kubo bonke abalilayo. Nengcikivo nokuhlazeka kwabantu bakhe wokuphelisa jikelele ehlabathini. Kaloku uthethile uNdikhoyo!

Thelekisa

Phonononga UISAYA 25:8

3

UISAYA 25:9

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngelo thuba bonke baya kuthi: “Ngenene nguThixo wethu lo! Sakholosa ngaye wasihlangula. NguNdikhoyo lo! Ngenene sikholose ngaye, ngoko ke ngoku masonwabe, ngoku ke masibe nemihlali, kuba yena usihlangule.”

Thelekisa

Phonononga UISAYA 25:9

4

UISAYA 25:7

IBHAYIBHILE

XHO96

Kule ntaba wolisusa ilifu elimnyama elasoloko ligubungele izizwe.

Thelekisa

Phonononga UISAYA 25:7

5

UISAYA 25:6

IBHAYIBHILE

XHO96

Izizwe zonke zehlabathi *uNdikhoyo uSomandla-onke wozenzela isidlo eZiyon; sidlo eso soba zezona zimuncu-muncu, nditsho eyona inencasa inyama nesiqhoqhololo sewayini.

Thelekisa

Phonononga UISAYA 25:6

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UISAYA 25

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest