Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka EYEZIQALO 11

1

EYEZIQALO 11:6-7

IBHAYIBHILE

XHO96

waza wathi: “Xa aba bantu beluhlanga olunye, bekwantetho-nye, sebeqala ngokwenjenje, abanakuxakwa nayintoni na abafuna ukuyenza. Yizani sihle, ulwimi lwabo silwenze lube yingxuba-kaxaka, khon' ukuze bangevani ngentetho.”

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 11:6-7

2

EYEZIQALO 11:4

IBHAYIBHILE

XHO96

Bathi ke: “Masakhe isixeko, senze nenqaba enencopho eya kutsho esibhakabhakeni, ukuze sibe negama nathi, singathi saa elizweni.”

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 11:4

3

EYEZIQALO 11:9

IBHAYIBHILE

XHO96

Kwathiwa eso sixeko yiBhabheli, kuba kaloku uThixo wasuka wayenza ingxuba-kaxaka intetho yabantu. Ukusuka apho abantu bathi saa elizweni.

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 11:9

4

EYEZIQALO 11:1

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngelo xesha abantu elizweni babethetha ulwimi olunye, besebenzisa namagama afanayo ezinto.

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 11:1

5

EYEZIQALO 11:5

IBHAYIBHILE

XHO96

*UNdikhoyo wehla weza kusibona eso sixeko babesakhile nenqaba leyo

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 11:5

6

EYEZIQALO 11:8

IBHAYIBHILE

XHO96

Wabathi saa elizweni uNdikhoyo, àbasakha neso sixeko.

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 11:8

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo