Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka AMAVA ENGQONDI 6

1

AMAVA ENGQONDI 6:9

IBHAYIBHILE

XHO96

Masanele zezo zinto sinazo endaweni yokuzikhathaza ngokunqwenela le naleya. Hayi bo, ngamampunge lawo, nqwa nokusukelana nomoya!

Thelekisa

Phonononga AMAVA ENGQONDI 6:9

2

AMAVA ENGQONDI 6:10

IBHAYIBHILE

XHO96

Yonke into ekhoyo sekukudala ithiywe igama layo, nento ayiyo umntu selisaziwa kakade; umntu akanako ukumelana nalowo womeleleyo kunaye.

Thelekisa

Phonononga AMAVA ENGQONDI 6:10

3

AMAVA ENGQONDI 6:2

IBHAYIBHILE

XHO96

nditsho into yokuba umntu anikwe ubutyebi nguThixo, aze abe ngumfo omi kakuhle nohlonelwayo, ade angasweli nto ayinqwenelayo, kambe ke uThixo angamniki ithuba lokuzixhamla, ndaweni yaloo nto kuvele owasemzini azixhamle ezo zinto. Ewe, ngamampunge le nto; iyimeko ebuhlungu.

Thelekisa

Phonononga AMAVA ENGQONDI 6:2

4

AMAVA ENGQONDI 6:7

IBHAYIBHILE

XHO96

Kuyo yonke imizabalazo yakhe umntu usebenzela emlonyeni, kodwa akaze anele.

Thelekisa

Phonononga AMAVA ENGQONDI 6:7

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne AMAVA ENGQONDI 6

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo