Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UMSEBENZI WABATHUNYWA 28

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:31

IBHAYIBHILE

XHO96

Wayeshumayela ngokuthwasa kolawulo lukaThixo, efundisa iindaba ezingeNkosi uYesu Krestu, ethetha ngesibindi, engathintelwa nto.

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:31

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:5

IBHAYIBHILE

XHO96

Wasuka yena uPawulos wayivuthulula yawa emlilweni apho inyoka leyo, yena akenzakala konke.

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:5

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:26-27

IBHAYIBHILE

XHO96

xa wathi: “ ‘Yiya uthi kwaba bantu: Nàkuphulaphula niphulaphule, ningaqondi noko; nàkujonga nijonge, ningaboni nto. Kuba ingqiqo yaba bantu ibuthuntu, bazivingcile iindlebe zabo, bawavala namehlo abo. Kungenjalo bebeya kubona, beve ngeendlebe zabo, baqonde ngeengqondo zabo, baze babuyele kum, ndize ndibaphilise;’ utsho uThixo. ”

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:26-27

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMSEBENZI WABATHUNYWA 28

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest