Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UMSEBENZI WABATHUNYWA 16

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:31

IBHAYIBHILE

XHO96

“Zinikele eNkosini uYesu; uya kusindiswa wena nosapho lwakho.”

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:31

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:25-26

IBHAYIBHILE

XHO96

Phakathi kobusuku uPawulos noSilas bathandaza bacula bedumisa uThixo, namanye amabanjwa ebeva. Ngesaquphe kwabakho inyikima eyashukumisa izisekelo zentolongo. Zatsho zavuleka zonke iingcango, namatyathanga akhululeka kumabanjwa.

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:25-26

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:30

IBHAYIBHILE

XHO96

Wabakhuphela phandle, wabuza wathi: “Bahlekazi, ndingenza ntoni ukuze ndisinde?” Bona baphendula bathi

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:30

4

UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:27-28

IBHAYIBHILE

XHO96

Evukile ujela, wabona iingcango zentolongo zivulekile, wacinga ukuba abalekile amabanjwa onke; waza warhola ikrele lakhe, eza kuzibulala. Kuthe kusenjalo wamemeza uPawulos esithi: “Mus' ukuzenzakalisa, kuba sisaphelele!”

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:27-28

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMSEBENZI WABATHUNYWA 16

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest