1
1 KASAMWELI 24:5-6
IBHAYIBHILE
XHO96
Loo nto wayenza kuSawule yamdla kakhulu uDavide. Wathi kumadoda akhe: “Makandithintele uNdikhoyo ekwenzeni into enje kwinkosi yam umthanjiswa kaNdikhoyo, nditsho le yokuba ndise isandla sam kuye, kuba kaloku ungumthanjiswa kaNdikhoyo!”
Thelekisa
Phonononga 1 KASAMWELI 24:5-6
2
1 KASAMWELI 24:7
Wawakhalimela ngaloo mazwi uDavide amadoda akhe, wawanqanda ukuze angamhlaseli uSawule. Wesuka kuloo ndawo uSawule, wangena endleleni.
Phonononga 1 KASAMWELI 24:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo