Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka 1 YEZIGANEKO 29

1

1 YEZIGANEKO 29:11

IBHAYIBHILE

XHO96

Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke ubukhulu ndawonye namandla; naso isidima sikwasesakho, ubungangamsha nobunewu-newu. Kaloku zezakho zonke ezisezulwini, kanti nezisemhlabeni ikwazezakho. Ewe, Ndikhoyo, lolwakho ulawulo; uyingqanga-ngqanga evelele konke jikelele.

Thelekisa

Phonononga 1 YEZIGANEKO 29:11

2

1 YEZIGANEKO 29:12

IBHAYIBHILE

XHO96

Isidima nobutyebi ziphuma kuwe; wena ungumlawuli weento zonke. Kulapho kwezo zandla zakho ukomelela ndawonye namandla. Xa bebonke ubanike ubukhulu namandla.

Thelekisa

Phonononga 1 YEZIGANEKO 29:12

3

1 YEZIGANEKO 29:14

IBHAYIBHILE

XHO96

“Kodwa kodwa kuxa ndingubani mna, beyintoni bona aba bantu bam, ukuba singade sibe nako ukukwenzela izinwe ngolu hlobo? Kaloku yonke into iphuma kuwe, ngoko ke nangoku sikunika kwaoko kuphuma esandleni sakho.

Thelekisa

Phonononga 1 YEZIGANEKO 29:14

4

1 YEZIGANEKO 29:13

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngoko ke siyakubulela, Thixo wethu; ewe, siyadomboza sikuncoma ngenxa yegama lakho elinesihomo!

Thelekisa

Phonononga 1 YEZIGANEKO 29:13

5

1 YEZIGANEKO 29:10

IBHAYIBHILE

XHO96

Ke kaloku uDavide wabonga *uNdikhoyo phambi kwalo lonke ibandla likaSirayeli, wathi: “Ungowokubongwa, wena Ndikhoyo, Thixo kabawo wethu uSirayeli, kuse ephakadeni lasemaphakadeni.

Thelekisa

Phonononga 1 YEZIGANEKO 29:10

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne 1 YEZIGANEKO 29

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo