Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KUTITO 3

1

KUTITO 3:4-7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kodwa kuthe kwakubonakala ububele bukaThixo, uMsindisi wethu, nokuthanda kwakhe abantu, kungengamisebenzi esebulungiseni esayenzayo thina, kungokwenceba yakhe, wasisindisa ngentlambululo yokuzalwa ngokutsha, nangokuhlaziya koMoya oyiNgcwele; awamthululayo phezu kwethu ngokobutyebi, ngoYesu Kristu uMsindisi wethu; ukuze sithi, sígwetyelwé ngobabalo lwalowo, sibe ziindlalifa zobomi obungunaphakade ngokwethemba.

Thelekisa

Phonononga KUTITO 3:4-7

2

KUTITO 3:1-2

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bakhumbuze ukuba bathobele oozilawuli noomagunya, baphulaphule abaphathi, bawulungele wonke umsebenzi olungileyo. Mabanganyelisi namnye umntu, bangabi nakulwa, babe nokuthantamisa, bebonakala benobulali bonke kubantu bonke.

Thelekisa

Phonononga KUTITO 3:1-2

3

KUTITO 3:9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke yona imibuzo yobudenge, nemilibo yokuzalwa, neenkani, nokulwa ngawo umthetho, zinxweme, kuba azincedi lutho, asinto zanto.

Thelekisa

Phonononga KUTITO 3:9

4

KUTITO 3:10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Umntu ongumahlukanisi, akuba elulekwe kanye nokuba kukabini, mmangale

Thelekisa

Phonononga KUTITO 3:10

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KUTITO 3

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest