Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka IMIZEKELISO 8

1

IMIZEKELISO 8:35

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba ofumana mna, ufumene ubomi; Uzuzé okukholekileyo kuYehova.

Thelekisa

Phonononga IMIZEKELISO 8:35

2

IMIZEKELISO 8:13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ukoyika uYehova kukuthiya into embi: Ikratshi nokukratsha, nendlela embi, Nomlomo onempenduka, ndiwuthiyile.

Thelekisa

Phonononga IMIZEKELISO 8:13

3

IMIZEKELISO 8:10-11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Yamkelani uqeqesho lwam, ningamkeli silivere; Yamkelani ukwazi ngaphezu kwegolide embiweyo, enyuliweyo. Kuba ubulumko bulungile ngaphezu kwekorale,• Neento zonke ezinqwenelwayo azilingani nabo.

Thelekisa

Phonononga IMIZEKELISO 8:10-11

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IMIZEKELISO 8

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest