1
UHOSEYA 9:17
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
UThixo wam uya kubacekisa, kuba bengamphulaphulanga; baya kuphalaphala ezintlangeni.
Thelekisa
Phonononga UHOSEYA 9:17
2
UHOSEYA 9:1
Musa ukuvuya, Sirayeli, ude ugcobe njengezizwe; ngokuba ùhenyuzile, wemka kuThixo wakho; uthandé utshequ ezandéni zonke zengqolowa.
Phonononga UHOSEYA 9:1
3
UHOSEYA 9:7
Kufiké iimini zokuvelela, kufiké iimini zempindezelo; úya kwazi uSirayeli. Umprofeti sisimathane, ngumbhudi indoda enomoya, ngenxa yobukhulu bobugwenxa bakho nckutshutshisa okuninzi.
Phonononga UHOSEYA 9:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo