Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KWABASE-EFESE 2

1

KWABASE-EFESE 2:10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba thina singumsebenzi wakhe, sídalelwe kuKristu Yesu, ukuze senze imisebenzi elungileyo, awayilungisayo uThixo ngenxa engaphambili, ukuze sihambe kuyo.

Thelekisa

Phonononga KWABASE-EFESE 2:10

2

KWABASE-EFESE 2:8-9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba nisindiswe ngokubabalwa nangalo ukholo; nako oko kungaphumi kuni, kusisipho sikaThixo; akuphumi misebenzini, hleze kubekho bani uqhayisayo.

Thelekisa

Phonononga KWABASE-EFESE 2:8-9

3

KWABASE-EFESE 2:4-5

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke uThixo, esisityebi nje ngenceba, uthe ngenxa yothando lwakhe olukhulu, awasithanda ngalo, thina sifile nje ziziphoso, wasidlisa ubomi ndawonye noKristu (nisindiswé ngokubabalwa)

Thelekisa

Phonononga KWABASE-EFESE 2:4-5

4

KWABASE-EFESE 2:6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

wasivusa naye, wasihlalisa naye kwezasemazulwini iindawo, sikuKristu Yesu

Thelekisa

Phonononga KWABASE-EFESE 2:6

5

KWABASE-EFESE 2:19-20

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngoko ke anisengabasemzini nabaphambukeli; ningamakhaya kubo abangcwele, ningabendlu kaThixo, nakhelwe phezu kwelitye lesiseko sabapostile• nabaprofeti, inguYesu Kristu ngokwakhe ilitye lembombo

Thelekisa

Phonononga KWABASE-EFESE 2:19-20

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASE-EFESE 2

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest