← Izicwangciso
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IINDUMISO 119:105

Okona kuzixhobisa
5 Iintsuku
Ukufumana imbuyekezo esikelelekileyo neninzi kuqala ngokuzixhobisa kakuhle. Okokuba ungumKrestu omtsha, akukho kuzixhobisa kukhulu unokukwenza kukholo lwakho ngaphezu kokukholosa ngokwamkela iLizwi likaThixo. Qala apha ukuze uncedeka ukuliFunda, uliQonde kwaye uliSebenzise ngamandla yonke imihla.

INdumiso 119
11 Iintsuku
Esi sicwangciso sokufunda seentsuku ezilishumi elinanye sikufundisa iNdumiso ye-119, esesona sahluko side eBhayibhileni nesiyintetho ephuma entliziyweni ngothando lweLizwi likaThixo. Thandaza nomdumisi ukuze ufumane ukuqonda kunye nezikhokelo njengokuba ucamgca ngobuhle kunye namandla ezibhalo ezingcwele. Esi sicwangciso siphuhliswe yiYouVersion.