Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu
← Izicwangciso

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UNAHUM 1

ITestamente eNdala - abaProfeti abancinci

ITestamente eNdala - abaProfeti abancinci

Iintsuku ezi-25

Esisicwangciso singenzimanga sikukhokelela ekufunde iincwadi zabaprofethi abancinci beTestamente Endala. Ngezahluko nje ezimbalwa ozifunda yonke imihla, esisicwangciso siya kuba luncedo emntwini ngamnye okanye kwiqela.

Masifunde iBhayibhile Kunye (EyoMsintsi)

Masifunde iBhayibhile Kunye (EyoMsintsi)

Iintsuku ezi-30

Icandelo lesi-9 lothotho olunamacandelo ali-12, esi sicwangciso sikhokela uluntu kunye kwiBhayibhile iphela ngeentsuku ezingama-365. Mema abanye ukuba bangenelele rhoqo xa uqala icandelo elitsha nyanga nganye. Oluthotho lusebenza kakuhle ngeeBhayibhile ezirekhodiweyo—phulaphula ngaphantsi kwemizuzu engama-20 ngosuku! Icandelo ngalinye libandakanya izahluko zeTestamente eNdala kunye neTestamente eNtsha, neeNdumiso zithiwe saa kuso sonke isicwangciso. Icandelo lesi-9 lubandakanya iincwadi zika Nehemiya, Estere, Timoti wokuqala nowesibini, Yoweli, Amosi, Obhadiya, Nahum, Habhakuki, Zefaniya, Tito, Filemon, Yakobi, Hagayi, Zekariya, and Malaki.

1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo