IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMATEYU 5:16

Silukhanyiso lwehlabathi
3 Iintsuku
Kuthetha ukuthini ukuba lukhanyiso kwaye sikubonakalisa njani ukukhanya kukaThixo: esi sifundo siphonononga ikholwa njengokukhanya kunye nendlela yokugcina ekhanyisa ukukhanya nangona ubumnyama obungqingqwa obugubungele ihlabathi.

Esona Sigqibo siKhulu ngoBomi Bakho
6 Iintsuku
Inkoliso yezigqibo ebomini zinokubaluleka okuthile. Kodwa, sinye kuphela esona sibalulekileyo. Okokuba ufuna isikhokelo esilula sokusiqonda nzulu esi sigqibo singaqhelekanga – isipho sasimahla sikaThixo sosindiso – qala apha ke.

Phila Ubomi Obunenjongo
7 Iintsuku
Ukuphila ngovuyo nangenjongo kusekwe phezu kolwalamano, uthando nokholo. Ukuba ufuna ukucaciselwa ngakumbi ngesicwangciso sikaThixo ngobomi bakho, sebenza ngesi sicwangciso ukuze sikuncede ugxile kwinzondelelo yakho nakufumano.

Ukusebenza Kunjengokunqula: Ukholo Kwishishini
7 Iintsuku
Fumana indlela ibali lebhayibhile eliguqula ngayo indlela ocinga ngayo ngomsebenzi. Ngaphezulu kweentsuku ezisixhenxe-7, sijonga indlela iNdalo, uKuwa, ukuHlangulwa, kunye noBuyiselo. Efundisa indlela yakho yokusebenza yemihla ngemihla kwaye ufunde ukuba kuthetha ukuthini ukukhokelela ngokukhululayo kuzuko lukaThixo.