← Izicwangciso
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KUMAHEBHERE 4:14

Ubukroti
Iveki e-1
Funda oko kuthethwa yiBhayibhile ngenkalipho nokuzithemba. Isicwangciso sokuFunda esithi “Ukukhalipha” sikhuthaza amakholwa ngezikhumbuzo zokuba angoobani na kuKristu nasebukumkanini bukaThixo. Xa singabakaThixo, sikhululekile ukuba sisondele ngqo kuye. Funda kwakhona—okanye mhlawumbi okokuqala—iziqinisekiso zokuba indawo yakho kusapho lukaThixo ikhuselekile.

Umthandazo
Iintsuku ezi-21
Funda indlela yokuthandaza ngcono, kokubini kwimithandazo yabathembekileyo nakumazwi kaYesu uqobo. Fumana ukhuthazo lokuqhubeka usisa izicelo zakho kuThixo yonke imihla, ngokuzingisa nangomonde. Jonga imizekelo yezinto ezingento, imithandazo yokuzenza ilungisa, ilinganiswa nemithandazo yabo bantliziyo zicocekileyo. Thandazo rhoqo.