← Izicwangciso
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UDANIYELI 3:25

Umceli-mngeni ka Phil Dooley weentsuku ezi-5 wokukhula kwamadoda
5 iintsuku
Ubudoda buqulathe lukhulu ngaphezu koko ihlabathi lifuna sikwazi. Kulomngeni wokukhula sizakukhangela ubomi bamagorha amathandathu aseBhayibhileni kunye nobom balowo ungelogorha. Lamadoda ayejongene nemingeni efanyo nale sijongene nayo namhlanje. Impumelelo yabo (okanye ukungaphumeleli kwabo) kunxulumene nqo nobudlelwane babo noThix.

Ubukroti
Iveki e-1
Funda oko kuthethwa yiBhayibhile ngenkalipho nokuzithemba. Isicwangciso sokuFunda esithi “Ukukhalipha” sikhuthaza amakholwa ngezikhumbuzo zokuba angoobani na kuKristu nasebukumkanini bukaThixo. Xa singabakaThixo, sikhululekile ukuba sisondele ngqo kuye. Funda kwakhona—okanye mhlawumbi okokuqala—iziqinisekiso zokuba indawo yakho kusapho lukaThixo ikhuselekile.