← Izicwangciso
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASEKOLOSE 3:3

INdlela kaThixo eya eMpumelelweni
3 Iintsuku
Njengokuba sifunda iLizwi likaThixo, sicamgca ngalo kwaye siliphila, Usibonisa indlela eya kwiintsikelelo nasekuveliseni iziqhamo.

Uxolo olulahlekileyo
Iintsuku ezi-7
Ngaba ngokwenene sinako ukuba noxolo xa ubomi bubuhlungu? Impendulo emfutshane: ewe, kodwa kungekhona ngamandla ethu. Ku nyaka osishiye siziva sixinezelekile, uninzi lwethu lushiyeke nemibuzo. Kwesi sicwangciso seBhayibhile seentsuku ezisi-7, esikhapha uthotho lwemiyalezo kaMfundisi uCraig Groeschel, siya kufumanisa ukuba singalufumana njani uXolo olulahlekileyo esilulangazelelayo sonke.