YouVersion Logo
بائبلمطالعاتی منصوبہVideos
اپلی کیشن حاصل کریں
زبان کا انتخاب کنندہ
تلاش

UMSEBENZI WABATHUNYWA 16 سے مشہور بائبلی آیات

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:31

IBHAYIBHILE

XHO96

“Zinikele eNkosini uYesu; uya kusindiswa wena nosapho lwakho.”

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:31

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:25-26

IBHAYIBHILE

XHO96

Phakathi kobusuku uPawulos noSilas bathandaza bacula bedumisa uThixo, namanye amabanjwa ebeva. Ngesaquphe kwabakho inyikima eyashukumisa izisekelo zentolongo. Zatsho zavuleka zonke iingcango, namatyathanga akhululeka kumabanjwa.

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:25-26

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:30

IBHAYIBHILE

XHO96

Wabakhuphela phandle, wabuza wathi: “Bahlekazi, ndingenza ntoni ukuze ndisinde?” Bona baphendula bathi

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:30

4

UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:27-28

IBHAYIBHILE

XHO96

Evukile ujela, wabona iingcango zentolongo zivulekile, wacinga ukuba abalekile amabanjwa onke; waza warhola ikrele lakhe, eza kuzibulala. Kuthe kusenjalo wamemeza uPawulos esithi: “Mus' ukuzenzakalisa, kuba sisaphelele!”

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 16:27-28

پچھلا باب
اگلا باب
YouVersion

آپ کو ہر روز خدا کے ساتھ قربت حاصل کرنے کی ترغیب دینا اور چیلنج کرنا۔.

خدمت

بارے میں

آسامیاں

رضاکار

Blog

Press

Useful Links

مدد

ہدیہ دیں

بائبل ورژن

Audio Bibles

بائبل کی زبانیں

آج کی آیت


کی ایک ڈیجیٹل خدمت

Life.Church
اردو

©2026 Life.Church / YouVersion

Privacy Policyشرائط
حساس کا انکشاف کرنے والا عمل
FacebookTwitterInstagramیوٹیوبپنٹیرسٹ