YouVersion Logosu
Kutsal KitapOkuma PlanlarıVideolar
Uygulamayı Yükle
Dil Seçicisi
Arama Simgesi

iGenesis iGenesis 8 Popüler Kutsal Kitap Ayetleri

1

iGenesis iGenesis 8:21-22

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

uYehova weva ivumba elithozamisayo; Wathi uYehova entliziyweni yakhe, Andisayi kulitshabhisa ihlabathi ngenxa yomntu; ngokuba ukuyila kwentliziyo yomntu kubi kwasebutsheni bakhe; andiyi kuphinda ndizivelele zonke izinto eziphilileyo njengoko ndenze ngako. Lo gama kusekho umhlaba, akuyi kuphela ukuhlwayela nokuvuna, ukubanda nobushushu nehlobo nobusika nemini nobusuku.

Karşılaştır

iGenesis iGenesis 8:21-22 keşfedin

2

iGenesis iGenesis 8:20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

uNowa wamakhela uYehova isibingelelo; Wazithabatha zonke izinto ezizitho zine ezihlambulukileyo, neentaka zonke ezihlambulukileyo, wenza amadini anyukayo esibingelelweni.

Karşılaştır

iGenesis iGenesis 8:20 keşfedin

3

iGenesis iGenesis 8:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

uThixo wamkhumbula uNowa, neento zonke eziphilileyo, nezinto zonke ezizitho zine ezazinaye emkhombeni

Karşılaştır

iGenesis iGenesis 8:1 keşfedin

4

iGenesis iGenesis 8:11

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kweza kuye ihobe ngorhatya; nanko, kukho igqabi lomnquma lisongiwe, lisongiwe; wazi uNowa, ukuba ehlile amanzi ehlabathini.

Karşılaştır

iGenesis iGenesis 8:11 keşfedin

Önceki Bölüm
Sonraki Bölüm
YouVersion

Her gün Tanrı ile daha derin bir ilişki için sizi cesaretlendiriyor ve bu mücadeleye davet ediyoruz.

Hizmet

Hakkında

Kariyer

Gönüllü Ol

Blog

Basın

Yararlı Bağlantılar

Yardım

Bağışta bulun

Kutsal Kitap Çevirileri

Sesli Kutsal Kitaplar

Kutsal Kitap Dilleri

Günün Ayeti


Dijital Bir Hizmeti

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Gizlilik PolitikasıKoşullar
Güvenlik Açığı Bildirim Programı
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ana Sayfa

Kutsal Kitap

Okuma Planları

Videolar